Concord Revision #2

Molo, mfundi! Unjani namhlanje? Ndiyathemba urayithi!

Hello, student! How are you today? I hope you’re well!

Let’s revise some of the grammar foundations we’ve been exploring:

How about we try out some sentences that make use of all the above? C’mon, I believe in you! Feel free to use the vocabulary lists, if you need help.

IMIBUZO

GUQULELA ESIXHOSENI (TRANSLATE INTO XHOSA):
  1. I can see five trees next to Mangaliso’s mother’s house.
  2. We walk to the shop on Saturday to buy four eggs and eight apples.
  3. All Snoxolo’s children are playing in the garden.
  4. At night our neighbours sing badly.
  5. In the morning, I find my phone under my bed.
TRANSLATE INTO ENGLISH (GUQULELA ESINGESI):

6. Abazali bakho bathetha kukhulu.
7. Asibobisi benu! Sisonka kaSisanda!
8. Tyhini! Asingomanzi emlanjeni. Bubusi!
9. EyoMsintsi, izinja ezisixhenxe ziphangela eMcDonald’s.
10. Umyeni omhle wam ucoca iinwele zakhe emva kwemoto kamhlobo wakho.

IIMPHENDULO

  1. Ndiyakwazi ukubona imithi emihlanu ecaleni kwendlu kamama kaMangaliso.
  2. Siyahamba evenkileni ngoMgqibelo ukuthenga amaqanda amasine nee-apile ezisibhozo.
  3. Abantwana bakaSnoxolo bonke bayadlala egadini.
  4. Ebusuku abamelwane bacula kakubi.
  5. Kusasa, ndifumana ifowuni yam phantsi kwbhedi yam.
  6. Your parents talk a lot.
  7. It is not your (pl.) milk! It is Sisanda’s bread!
  8. Whoa! It’s not water in the river. It’s honey!
  9. In September, our seven dogs work at McDonald’s.
  10. My beautiful husband cleans his long hair behind your friend’s car.

Leave a comment

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.